Advertse Here
176 Reads
File Added: Aug 15
Lyrics Added: Aug 15
Amanda
Artiste:
Year:
2018
Added By:
Aug 15, (2018-08-15)

Read Lyrics:

Lyrics of kahle by Amanda Black Lyrics
Inkab’ itshonile, okwaThanayi
Iingxaki zothando, ndiva bekhuluma mna
Mna andizazi. Thank you, thank you, thank you,
Thank you darling, sitsh’ usilungu
Potbelly really give good loving


[Chorus]
Bath hayi andisakufaneli
Wen’ undithanda ndinjena
Say I’m not good for you
Wen’ uthi soze wandiyeka
Buhle buyaphela
You know that love is forever
Mabathethe bathethe
As long as we love, it’s whatever
Undibona ndityebile undipethe kahl’ udali
Undibona ndincumile undiphethe kahle
Undibona ndityebile undiphethe kahl’ udli
Undiphethe kahle (x2)
Uthando lumqabile, olunjena
Nob bangathin mna ndizothanda wena wedwa
Nguwe nguwe nguwe
Nguwe dali, ndingowakho kuphela
Potbelly really give good lovin


[Chorus]
It really does not matter what everybody else says
Thina sobabini that’s all we need, need love
Got this love that we share that nobody can take away
Undithanda ndinjena, ndizokuthanda forever


[Chorus]


Listen Song Online

Lyrics Tags:
All Amanda Black Lyrics, kahle lyrics

Get daily Lyrics Updates

Enter Your Email Address

Check these Lyrics too..

Name
Captcha:
1 + 4 =